kwizahluko

  1. 1
  2. 2
  3. 3
  4. 4
  5. 5
  6. 6
  7. 7
  8. 8
  9. 9
  10. 10
  11. 11
  12. 12
  13. 13
  14. 14
  15. 15
  16. 16
  17. 17
  18. 18
  19. 19
  20. 20
  21. 21
  22. 22
  23. 23
  24. 24
  25. 25
  26. 26
  27. 27
  28. 28
  29. 29
  30. 30
  31. 31
  32. 32
  33. 33
  34. 34
  35. 35
  36. 36
  37. 37
  38. 38
  39. 39
  40. 40
  41. 41
  42. 42
  43. 43
  44. 44
  45. 45
  46. 46
  47. 47
  48. 48
  49. 49
  50. 50
  51. 51
  52. 52
  53. 53
  54. 54
  55. 55
  56. 56
  57. 57
  58. 58
  59. 59
  60. 60
  61. 61
  62. 62
  63. 63
  64. 64
  65. 65
  66. 66
  67. 67
  68. 68
  69. 69
  70. 70
  71. 71
  72. 72
  73. 73
  74. 74
  75. 75
  76. 76
  77. 77
  78. 78
  79. 79
  80. 80
  81. 81
  82. 82
  83. 83
  84. 84
  85. 85
  86. 86
  87. 87
  88. 88
  89. 89
  90. 90
  91. 91
  92. 92
  93. 93
  94. 94
  95. 95
  96. 96
  97. 97
  98. 98
  99. 99
  100. 100
  101. 101
  102. 102
  103. 103
  104. 104
  105. 105
  106. 106
  107. 107
  108. 108
  109. 109
  110. 110
  111. 111
  112. 112
  113. 113
  114. 114
  115. 115
  116. 116
  117. 117
  118. 118
  119. 119
  120. 120
  121. 121
  122. 122
  123. 123
  124. 124
  125. 125
  126. 126
  127. 127
  128. 128
  129. 129
  130. 130
  131. 131
  132. 132
  133. 133
  134. 134
  135. 135
  136. 136
  137. 137
  138. 138
  139. 139
  140. 140
  141. 141
  142. 142
  143. 143
  144. 144
  145. 145
  146. 146
  147. 147
  148. 148
  149. 149
  150. 150

Testamente Endala

Testamente Entsha

Iindumiso 9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Imigwebo yobulungisa kaThixo

1. Ndiya kubulela kuYehova ngentliziyo yam yonke;Ndiya kuyibalisa yonke imisebenzi yakho ebalulekileyo.

2. Ndiya kuvuya ndidlamke ngawe;Ndiya kulibethela uhadi igama lakho,Wena usenyangweni.

3. Ekubuyeni kweentshaba zam umva,Ziyawa, zibhubhe ebusweni bakho.

4. Ngokuba ùlifezile ityala lam nebango lam;Ùhleli etroneni ungumgwebi olilungisa.

5. Ùzikhalimele iintlanga, wabatshabalalisa abangendawo;Igama lazo ùlicimile ngonaphakade kanaphakade.

6. Iintshaba zona zigqibele, yangamanxuwa kwaphela;Imizi ùyinyothule,Yadaka inkumbulo yayo yona.

7. Ke yena uYehova uhleli ngonaphakade,Uyizinzisele ugwebo itrone yakhe.

8. Úya kugweba yena kwelimiweyo ngobulungisa,Agwebe phakathi kwezizwe ngokuthe tye.

9. UYehova makabe yingxonde kotyunyuziweyo,Ingxonde ngamaxesha engxingongo;

10. Bakholòse ngawe abalaziyo igama lakho;Ngokuba akubashiyanga abakuquqelayo wena, Yehova.

11. Vumani ngendumiso kuYehova ohlala eZiyon;Xelani ezizweni izenzo zakhe ezincamisileyo;

12. Ukuba umphindezeli wamagazi ubakhumbule,Akakulibalanga ukukhala kwabalulamileyo.

13. Ndíbabale, Yehova;Zíbone iintsizi zam ezikhoyo ngabandithiyayo,Mphakamisi wam emasangweni okufa;

14. Ukuze ndibalise yonke indumiso yakho,Emasangweni entombi uZiyon,Ndigcobe ngosindiso lwakho.

15. Iintlanga zitshoné esihogweni ezasenzayo,Emnatheni ezawugqumelayo kubanjiswe kwaolwazo unyawo.

16. Úzazisile uYehova; wenza umgwebo,Emthiyela ngomsebenzi wezandla zakhe ongendawo. (Bethani uhadi ngofefe. Phakamisani.)

17. Baya kubuyela kwelabafileyo abangendawo,Kwaiintlanga zonke ezimlibalayo uThixo;

18. Ngokuba aliyi kuhlala lilityalwa ihlwempu,Ithemba leentsizana aliyi kudaka ngonaphakade.

19. Khawusuk' ume, Yehova; malungàngcwangushi uluntu,Mazigwetywe iintlanga phambi kwakho,

20. Zimisele ukoyika, Yehova,Zazi iintlanga ukuba ziluluntu kuphela. (Phakamisani.)