kwizahluko

  1. 1
  2. 2
  3. 3
  4. 4
  5. 5
  6. 6
  7. 7
  8. 8
  9. 9
  10. 10
  11. 11
  12. 12
  13. 13
  14. 14
  15. 15
  16. 16
  17. 17
  18. 18
  19. 19
  20. 20
  21. 21
  22. 22
  23. 23
  24. 24
  25. 25
  26. 26
  27. 27
  28. 28
  29. 29
  30. 30
  31. 31
  32. 32
  33. 33
  34. 34
  35. 35
  36. 36
  37. 37
  38. 38
  39. 39
  40. 40
  41. 41
  42. 42
  43. 43
  44. 44
  45. 45
  46. 46
  47. 47
  48. 48
  49. 49
  50. 50
  51. 51
  52. 52
  53. 53
  54. 54
  55. 55
  56. 56
  57. 57
  58. 58
  59. 59
  60. 60
  61. 61
  62. 62
  63. 63
  64. 64
  65. 65
  66. 66
  67. 67
  68. 68
  69. 69
  70. 70
  71. 71
  72. 72
  73. 73
  74. 74
  75. 75
  76. 76
  77. 77
  78. 78
  79. 79
  80. 80
  81. 81
  82. 82
  83. 83
  84. 84
  85. 85
  86. 86
  87. 87
  88. 88
  89. 89
  90. 90
  91. 91
  92. 92
  93. 93
  94. 94
  95. 95
  96. 96
  97. 97
  98. 98
  99. 99
  100. 100
  101. 101
  102. 102
  103. 103
  104. 104
  105. 105
  106. 106
  107. 107
  108. 108
  109. 109
  110. 110
  111. 111
  112. 112
  113. 113
  114. 114
  115. 115
  116. 116
  117. 117
  118. 118
  119. 119
  120. 120
  121. 121
  122. 122
  123. 123
  124. 124
  125. 125
  126. 126
  127. 127
  128. 128
  129. 129
  130. 130
  131. 131
  132. 132
  133. 133
  134. 134
  135. 135
  136. 136
  137. 137
  138. 138
  139. 139
  140. 140
  141. 141
  142. 142
  143. 143
  144. 144
  145. 145
  146. 146
  147. 147
  148. 148
  149. 149
  150. 150

Testamente Endala

Testamente Entsha

Iindumiso 5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Umthandazo wokukhuselwa ezintshabeni

1. Wabekele indlebe amazwi am, Yehova,Kúqonde ukucamanga kwam.

2. Libázele indlebe izwi lokuzibika kwam, Kumkani wam, Thixo wam;Ngokuba ndithandaza kuwe.

3. Yehova, ùya kuliva izwi lam kwakusasa,Kwakusasa ndiya kuwusingisa kuwe umthandazo wam, ndibonisele.

4. Ngokuba wena akunguThixo onanze okungendawo,Akanakuphambukela kuwe onobubi.

5. Abanakuma abaqhayisi phambi kwamehlo akho;Ùyabathiya bonke abasebenzi bobutshinga.

6. Ùyabatshabalalisa abathetha amanga;Indoda enegazi nenkohliso ilisikizi kuYehova.

7. Ke mna, ndinokungena endlwini yakho ngenceba yakho eninzi,Ndiqubude, ndibhekise etempileni yakho engcwele ngokukoyika.

8. Yehova, ndíkhaphe ngobulungisa bakho ngenxa yabandilaleleyo;Yilungelelanise indlela yakho phambi kwam.

9. Ngokuba emlonyeni wabo akukho nto imiyo,Umbilini wabo ngumeyeliselo;Lingcwaba elivuliweyo umqala wabo;Bathetha okugudileyo ngolwimi lwabo.

10. Báthwalise ityala, Thixo;Makatshitshe amaqhinga abo;Elukreqweni lwabo oluninzi bátyhale,Ngokuba bakuphikisile.

11. Mabavuye bonke abazímela ngawe,Bamemelele ngonaphakade, ubakhusele;Badlamke ngawe abalithandayo igama lakho.

12. Ngokuba wena uyalisikelela ilungisa, Yehova,Ùlihlanganisele ngenkoliseko njengekhaka.