kwizahluko

  1. 1
  2. 2
  3. 3
  4. 4
  5. 5
  6. 6
  7. 7
  8. 8
  9. 9
  10. 10
  11. 11
  12. 12
  13. 13
  14. 14
  15. 15
  16. 16
  17. 17
  18. 18
  19. 19
  20. 20
  21. 21
  22. 22
  23. 23
  24. 24
  25. 25
  26. 26
  27. 27
  28. 28
  29. 29
  30. 30
  31. 31
  32. 32
  33. 33
  34. 34
  35. 35
  36. 36
  37. 37
  38. 38
  39. 39
  40. 40
  41. 41
  42. 42
  43. 43
  44. 44
  45. 45
  46. 46
  47. 47
  48. 48
  49. 49
  50. 50
  51. 51
  52. 52
  53. 53
  54. 54
  55. 55
  56. 56
  57. 57
  58. 58
  59. 59
  60. 60
  61. 61
  62. 62
  63. 63
  64. 64
  65. 65
  66. 66
  67. 67
  68. 68
  69. 69
  70. 70
  71. 71
  72. 72
  73. 73
  74. 74
  75. 75
  76. 76
  77. 77
  78. 78
  79. 79
  80. 80
  81. 81
  82. 82
  83. 83
  84. 84
  85. 85
  86. 86
  87. 87
  88. 88
  89. 89
  90. 90
  91. 91
  92. 92
  93. 93
  94. 94
  95. 95
  96. 96
  97. 97
  98. 98
  99. 99
  100. 100
  101. 101
  102. 102
  103. 103
  104. 104
  105. 105
  106. 106
  107. 107
  108. 108
  109. 109
  110. 110
  111. 111
  112. 112
  113. 113
  114. 114
  115. 115
  116. 116
  117. 117
  118. 118
  119. 119
  120. 120
  121. 121
  122. 122
  123. 123
  124. 124
  125. 125
  126. 126
  127. 127
  128. 128
  129. 129
  130. 130
  131. 131
  132. 132
  133. 133
  134. 134
  135. 135
  136. 136
  137. 137
  138. 138
  139. 139
  140. 140
  141. 141
  142. 142
  143. 143
  144. 144
  145. 145
  146. 146
  147. 147
  148. 148
  149. 149
  150. 150

Testamente Endala

Testamente Entsha

Iindumiso 84 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ulangazelelo lokumkhonza uThixo endlwini yakhe

1. Hayi, ukuthandeka kweminquba yakho, Yehova wemikhosi!

2. Umphefumlo wam ulangazelela, uyaphela kukuzilangazelela, iintendelezo zikaYehova;Intliziyo yam nenyama yam imemelela kuThixo ophilileyo.

3. Intákana le ifumene ikhaya;Inkonjane izifumanele indlu,Apho izalela khona amathole ayo:Izibingelelo zakho, Yehova wemikhosi,Kumkani wam, Thixo wam.

4. Hayi, uyolo lwabahlala endlwini yakho!Basaya kukudumisa. (Phakamisani.)

5. Hayi, uyolo lwabantu abamandla akuwe,Abakhumbula umendo oya eZiyon!

6. Bephumela entilini yemithi yeBhaka,Bayenza ibe nemithombo;Ewe, imvula iyithi wambu ngentsikelelo.

7. Baya besomelela ngokomelela;Babonakala phambi koThixo eZiyon, bathi,

8. Yehova, Thixo wemikhosi,Wuve umthandazo wam,Wubekele indlebe, Thixo kaYakobi. (Phakamisani.)

9. Khangela, Thixo, ngweletshetshe yethu,Ubukhangele ubuso bomthanjiswa wakho.

10. Ngokuba imini enye ezintendelezweni zakho ilungile kunewaka;Ndinyulé ukuba semnyango endlwini kaThixo wam,Kunokuhlala ngaphakathi kweentente zokungendawo.

11. Ngokuba úlilanga, úyingweletshetshe uYehova uThixo,UYehova uyabábala azukise;Abahamba ngokugqibeleleyo akabavimbi nto ilungileyo.

12. Yehova wemikhosi,Hayi, uyolo lomntu okholose ngawe!