kwizahluko

  1. 1
  2. 2
  3. 3
  4. 4
  5. 5
  6. 6
  7. 7
  8. 8
  9. 9
  10. 10
  11. 11
  12. 12
  13. 13
  14. 14
  15. 15
  16. 16
  17. 17
  18. 18
  19. 19
  20. 20
  21. 21
  22. 22
  23. 23
  24. 24
  25. 25
  26. 26
  27. 27
  28. 28
  29. 29
  30. 30
  31. 31
  32. 32
  33. 33
  34. 34
  35. 35
  36. 36
  37. 37
  38. 38
  39. 39
  40. 40
  41. 41
  42. 42
  43. 43
  44. 44
  45. 45
  46. 46
  47. 47
  48. 48
  49. 49
  50. 50
  51. 51
  52. 52
  53. 53
  54. 54
  55. 55
  56. 56
  57. 57
  58. 58
  59. 59
  60. 60
  61. 61
  62. 62
  63. 63
  64. 64
  65. 65
  66. 66
  67. 67
  68. 68
  69. 69
  70. 70
  71. 71
  72. 72
  73. 73
  74. 74
  75. 75
  76. 76
  77. 77
  78. 78
  79. 79
  80. 80
  81. 81
  82. 82
  83. 83
  84. 84
  85. 85
  86. 86
  87. 87
  88. 88
  89. 89
  90. 90
  91. 91
  92. 92
  93. 93
  94. 94
  95. 95
  96. 96
  97. 97
  98. 98
  99. 99
  100. 100
  101. 101
  102. 102
  103. 103
  104. 104
  105. 105
  106. 106
  107. 107
  108. 108
  109. 109
  110. 110
  111. 111
  112. 112
  113. 113
  114. 114
  115. 115
  116. 116
  117. 117
  118. 118
  119. 119
  120. 120
  121. 121
  122. 122
  123. 123
  124. 124
  125. 125
  126. 126
  127. 127
  128. 128
  129. 129
  130. 130
  131. 131
  132. 132
  133. 133
  134. 134
  135. 135
  136. 136
  137. 137
  138. 138
  139. 139
  140. 140
  141. 141
  142. 142
  143. 143
  144. 144
  145. 145
  146. 146
  147. 147
  148. 148
  149. 149
  150. 150

Testamente Endala

Testamente Entsha

Iindumiso 29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Izwi likaThixo esaqhwithini

1. Mnikeni uYehova, nina nyana bakaThixo,Mnikeni uYehova uzuko namandla.

2. Mnikeni uYehova uzuko lwegama lakhe;Qubudani kuYehova nívethe ezingcwele.

3. Izwi likaYehova liphezu kwamanzi;UThixo wozuko uyadudumisa,KwauYehova phezu kwamanzi amaninzi.

4. Izwi likaYehova linamandla,Izwi likaYehova linobungangamela;

5. Izwi likaYehova laphula imisedare,*UYehova waphula imisedare yaseLebhanon.

6. Uyidlobisa njengenkonyana,ILebhanon neSiriyon njengethole lenqu.

7. Izwi likaYehova lilenyise okwamalangatye omlilo,

8. Izwi likaYehova liyenza isaqhwithi intlango,UYehova uyenza isaqhwithi intlango yaseKadeshe.

9. Izwi likaYehova lizuzisa amaxhamakazi,Lihlube amahlathi;Etempileni yakhe into yonke iphela ithi, Luzuko!

10. UYehova wahlala kunogumbe,UYehova uhleli enguKumkani ngonaphakade.

11. UYehova uya kubanika abantu bakhe amandla;UYehova uya kubasikelela abantu bakhe ngoxolo.