Ngubani na lo uthi gqi njengesifingo,Mhle njengenyanga,Unyulu njengelanga,Woyikeka njengemikhosi eneebhanile?