Mnye yena olivukuthu lam oyingqibeleli yam;Mnye yena kunina,Umnyulwa walowo wamzaláyo.Zambona iintombi, zathi únoyolo,Bamdumisa ookumkanikazi namashweshwe.