Yeha wena, Mowabhi!Nidakile, bantu bakwaKemoshe,*Úbanikele oonyana bakhe baba ngabasabi,Iintombi zakhe uzinikele ekuthinjweni,KuSihon, ukumkani wama-Amori.