Ngokuba kuphume umlilo eHeshbhon,Ilangatye emzini wakwaSihon;Wayidla iAri yakwaMowabhi,Abaninimimango baseArnon.