Ekundulukeni komnquba wówiswa ngabaLevi; ekumisweni komnquba wóphakanyiswa ngabaLevi; owasemzini osondelayo kuwo makabulawe.