Oonyana bakaSirayeli bomisa elowo intente yakhe eminqubeni yakowabo, elowo ebhanileni* yakowabo, ngokwemikhosi yabo.