Iye phi na intánda yakho,Wena nzwakazindini phakathi kweentokazi?Ibheke ngaphi na intánda yakho,Ukuze sikufunise?