Testamente Endala

Testamente Entsha

Ingoma Yazo Iingoma 3:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Esililini sam ebusuku ndamfuna lowo uthandwa ngumphefumlo wam;Ndamfuna andamfumana.

2. Ndathi, Ndokha ndivuke, ndijikajike phakathi komzi,Ezindaweni zembutho nasezitratweni;Ndiya kumfuna lowo uthandwa ngumphefumlo wam.Ndamfuna andamfumana.

3. Abalindi abajikajika phakathi komzi bandifumana;Ndathi kubo, Khe nambona na lowo uthandwa ngumphefumlo wam?

funda isahluko epheleleyo Ingoma Yazo Iingoma 3