Abalindi abajikajika phakathi komzi bandifumana;Ndathi kubo, Khe nambona na lowo uthandwa ngumphefumlo wam?