Ndathi, Ndokha ndivuke, ndijikajike phakathi komzi,Ezindaweni zembutho nasezitratweni;Ndiya kumfuna lowo uthandwa ngumphefumlo wam.Ndamfuna andamfumana.