Imihla yeminyaka yethu iseminyakeni engamashumi asixhenxe;Ukuba ithe yaba mininzi kakhulu, iba yiminyaka emashumi asibhozo,Libe ke iqhayiya layo likukwaphuka nokungabi nto yanto,Ngokuba ithe phe yakhawuleza, saphaphazela semka.