Testamente Endala

Testamente Entsha

Igenesis 49:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Wababiza ke uYakobi oonyana bakhe, wathi,Zihlanganiseni ndinixelele okuya kunihlela ngemihla yokugqibela.

2. Qukanani, niphulaphule, nyana bakaYakobi,Niphulaphule uSirayeli uyihlo.

3. Rubhen, wena mazibulo am, mandla am, ngqalo yokuqina kwam,Ncamisa yokuphakama, ncamisa yegunya,

funda isahluko epheleleyo Igenesis 49