Uxhaphazelayo njengamanzi, akusayi kuba ncamisa kunje;Kuba wenyukayo waya esililini sikayihlo,Wangcolisa oko, wenyuka waya emandlalweni wam.