Wababiza ke uYakobi oonyana bakhe, wathi,Zihlanganiseni ndinixelele okuya kunihlela ngemihla yokugqibela.