Kaloku nenyanga ngokwayo ayiqaqambanga kangako phambi kwakhe;kanti neenkwenkwezi ezi azingcwenganga kangako kuye.