Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyobi 25:4-6 Ibhayibhile (XHO96)

4. Ngaba kungenzeka ukuba umntu afumaniseke emsulwa enkundleni kaThixo?Uthi ingenzeka into yokuba umntu ozelwe ngumfazi angabi nabala?

5. Kaloku nenyanga ngokwayo ayiqaqambanga kangako phambi kwakhe;kanti neenkwenkwezi ezi azingcwenganga kangako kuye.

6. Kuxa engubani ke yena umntu, eyimpethu nje?Uthi unaxabiso lini unyana womntu kuThixo, engumbungu nje?”

funda isahluko epheleleyo Uyobi 25