Ngenxa yeBhabheli kuya kumemelela izulu nomhlabanento yonke ekhoyo phezulu naphantsi.Kaloku iza kuhlaselwa ngababhuqi bevela ngasentla.”Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.