Inene, iyeza imini yokuba ndizohlwaye izithixo zaseBhabheli.Ilizwe layo lonke liya kuhlaziswa,izidumbu zababuleweyo ziya kuqungquluza phakathi kuyo.