Jikani nisabe, nizimele kwimiqolomba emnyama, nina bemi bakwaDedan.Ndiza kumhlisela ishwangusha uEsawu,kuba lifikile ixesha lokuba ndimohlwaye.