Andithi xa kuvunwa iidiliya ubakho umbhikico oshiyekayo?Andithi xa kufika amasela ebusuku ayeba ade anele?