Malunga noEdom *uNdikhoyo onamandla onke utsho ukuthi:“Akusekho bulumko na kwaTeman?Sezaphelelwa ngamacebo na iingqondi?Sebutshitshile na ubulumko bazo?