Kambe ke, emva koko, ndiya kumbuyisela kundalashe uAmon,adle ngendebe endala.”Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.