Niyabona, ndiza kunihlisela unkwantyoluvela kubantu abaningqongileyo.”Lowo ngumlomo weNkosi uNdikhoyo onamandla onke.“Niya kuchitha-chithwa,elowo asabe ngeyakhe indlela,kungabikho bani uzihlanganisayo iimbacu.