“Phakamani niye kuhlasela uhlanga oluzonwabeleyo,uhlanga oluhleli lungenaxhala.”Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.“Nditsho olungenazingcango namivalo,uhlanga oluzihlalele lodwa bucala.