“Sabani! Balekani ngamandla!Zimelani kwimiqolomba emnyama, nina bemi baseHazore.”Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.“Kaloku uNebhukadenezare, ukumkani waseBhabheli,ucebe icebo malunga nani,wagqiba izigqibo ngani.