Ziya kuthinjwa iintente zabo nemfuyo yabo,kumkiwe nemikhusane yabo nempahla esezintenteni zabo,nditsho kwaneenkamela zabo.Kuya kumemezwa kubo kuthiwe:‘Lunxunguphalo macala onke!’