Malunga namaKedare nezikumkani zaseHazore awazihlaselayo uNebhukadenezare ukumkani waseBhabheli utsho *uNdikhoyo ukuthi:“Phakamani niwahlasele amaKedare,nibatshabalalise abantu basempumalanga.