Izicaka zam zomemelela zinemihlali,ukanti nina nobhomboloza yintlungu,nincwine nikhwiniswa yinkxwaleko.