Ke lona igama lenu loba sisigculelo kubantu bam;uMhlekazi uNdikhoyo uya kunitshabalalisa,zona izicaka zakhe azinike igama elitsha.