Ngoko ke uMhlekazi uNdikhoyo uthi:“Izicaka zam zona zothi zisitya zihlutha,nibe ke nina nithe nca yindlala.Izicaka zam aziyi kuswela manzi,nibe ke nina nikhothekile lunxano.Zothi zona zichulumacha yimincili,nibe nina ninyoshoza ngamahlazo.