Ke yona yathi: “Yiya kwaba bantu, uthi kubo:“ ‘Niya kuphulaphula niphulaphule, ningaqondi noko;niya kujonga nijonge, kodwa ningaboni nto!’