Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 6:10 Ibhayibhile (XHO96)

Iqhube yenjenje:‘Yenze gqathu-gqathu ingqiqo yaba bantu;iindlebe zabo uzivale zivingceke tu,namehlo abo ke uwavale mba,hleze babone ngamehlo abo,okanye beve ngeendlebe zabo,mhlawumbi baqiqe ngeengqondo zabo,nto leyo ke iya kubenza basuke beze kum banyangeke.’ ”

funda isahluko epheleleyo Uisaya 6

imbono Uisaya 6:10 kwimeko