INkosi ke yadanduluka yathi: “Yaz'ba ndiya kuthuma bani na? Ngubani ongaba sisigidimi sethu?”Ke mna ndiphendule ndathi: “Thuma mna; ndiyaya!”