Safika sandirheca ngalo apha emlonyeni, saza ke sathi: “Uyabona ke, likurhecile nje ngoku eli lahle, buphelisiwe ubutyala kuwe, zaye ke nezono zakho zicanyagushelwe.”