Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 56:11 Ibhayibhile (XHO96)

Zifana nqwa nezinja ngokunyoluka;zizingxala ngokutya, kodwa azihluthi.Zinjalo nezi nkokheli, zivaleke mba;zonke zenza ngokuzithandela;ngulowo nalowo usemva kwenzuzo.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 56

imbono Uisaya 56:11 kwimeko