“Athi ke, nina bemi baseJerusalem,ngokunjalo nani, bantu bakwaJuda!Ndiyanibongoza, khanahlule phakathi kwam nesidiliya sam.