Wawuphethula umhlaba, wawageqa amatye,waza watyala idiliya yodidi.Kwalapho wakha nemboniselo;ngokunjalo wenza nesixovulelo.Waza ke wanqumama ekholosile;suka ke zona iidiliya zavela zingezizo.