Ngaba yintoni endingasenzelanga yona?Yiyiphi enye into engendisenzele yona?Ngaba uphi undonakele?Kaloku mna ndithe ndijonge iidiliya,suka sona savelisa ezingezizo.