Makhe ndintyiloze ndivum' ingoma,ingoma ngogxa wam nesidiliya sakhe.Ugxa wam wayenesidiliyakwinduli echuma kunene.