Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 48:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. *UNdikhoyo uthi:“Khanibek' iindlebe,ndlu kaYakobi;nditsho nina babizwa ngoSirayeli,nina bomnombo kaJuda,nina bafunga igama likaNdikhoyo,nina bathi banqula uThixo kaSirayeli,kodwa ngenene nisitsho nje ngomlomo!

2. Kanti kwanina niyazidla,niqhayisa ngokuthi nina ningabemi besixeko sikaNdikhoyo;nithi nina nixhomekeke kuThixo kaSirayeli,ogama linguNdikhoyo uSomandla-onke.

3. “Kudala-dala ndatsho kwangonoquku;ewe, ndazixela izinto eziza kuhla,kamva ke ndatsho suka zenzeka njengoko.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 48