Kanti kwanina niyazidla,niqhayisa ngokuthi nina ningabemi besixeko sikaNdikhoyo;nithi nina nixhomekeke kuThixo kaSirayeli,ogama linguNdikhoyo uSomandla-onke.