Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 48:1 Ibhayibhile (XHO96)

*UNdikhoyo uthi:“Khanibek' iindlebe,ndlu kaYakobi;nditsho nina babizwa ngoSirayeli,nina bomnombo kaJuda,nina bafunga igama likaNdikhoyo,nina bathi banqula uThixo kaSirayeli,kodwa ngenene nisitsho nje ngomlomo!

funda isahluko epheleleyo Uisaya 48

imbono Uisaya 48:1 kwimeko