Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 39:3 Ibhayibhile (XHO96)

*Umshumayeli uIsaya ke waya kukumkani uHezekiya, wafika wabuza wathi: “La madoda ebevela phi, efuna ntoni khona?”UHezekiya uphendule wathi: “Aphuma kwelikude, eBhabheli, esiza kum.”

funda isahluko epheleleyo Uisaya 39

imbono Uisaya 39:3 kwimeko