Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 39:2 Ibhayibhile (XHO96)

Zifikile ke, uHezekiya wavuya, wazamkela, waza wazibonisa konke okwakukoovimba bakhe: isiliva, igolide, ubulawu, neziqholo, ngokunjalo nazo zonke izikrweqe zomkhosi. Wazingenisa kubo bonke oovimba bakhe, akwabikho nto zingayibonanga apho ebhotwe nakubukumkani bakhe buphela.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 39

imbono Uisaya 39:2 kwimeko