AmaHeshbhon namaElale ayabhomboloza;isikhalo sawo sivakala naseYahaza.Kubi, namajoni ngokwawo ayakhalaza;kaloku nawo ngoku angenwa yingevane.