Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhlaziyo-Mnqophiso 28:54-55 Ibhayibhile (XHO96)

Nditsho namadoda aphucukileyo anesisa ngelo thuba aya kuphalala ebethwa yindlala, kangangokuba ade atye abantwana bawo. Indoda iya kuvimba nomntakwayo, nomfazi wayo oyintanda, nditsho nowokugqibela osekhoyo kubantwana bayo.

funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 28

imbono Uhlaziyo-Mnqophiso 28:54-55 kwimeko